He Lives in You Ingonyama nengw' enamabala Ingonyama nengw' enamabala Ingonyama nengw' enamabala Ingonyama nengw' enamabala Ubusuku no moya wobomi Buyakubiza Mamela Nezwi Elinoyiko lwe ntsana Liyaphendula Oh mamela Ubukhosi bo khokho Yima akukho bunzima Yiva lamazwi uhlale ethembeni Hela hey mamela Hela hey mamela Hela hey mamela Hela Uphila kuwe Hela hey mamela hela Uphila nakum Hela hey mamela hela Uhlal'ejongile Hela hey mamela hela Yonk'into esiyibonayo Hela hey mamela hela Nansenemanzini Ingonyama nengw' enamabala Nasenyanisweni Ingonyama nengw' enamabala Nase mfanekisweni wakho(Ingonyama nengw' enamabala) Uphila kuwe Uphila kuwe Hela hey mamela hela Uphila nakum Hela hey mamela hela Uhlal'ejongile Hela hey mamela hela Yonk'into esiyibonayo Ingonyama nengw' enamabala hela hey mamela hela Nansenemanzini Ingonyama nengw' enamabala Nasenyanisweni Ingonyama nengw' enamabala Nase mfanekisweni wakho(Hela hey mamela hela) Uphila kuwe Uphila kuwe Oh oh Whoa oh Yima akunabunzima Yiva lamazwi uhlale Yibanethemba Uphila kuwe Uphila nakum Uhlal'ejongile Yonk'into esiyibonayo Nansenemanzini Ingonyama nengw' enamabala Nasenyanisweni Ingonyama nengw' enamabala Nase mfanekisweni wakho(Ingonyama nengw' enamabala) Uphila kuwe ah ah Uphila kuwe whoa Uphila nakum Uhlal'ejongile Yonk'into esiyibonayo Uphila kuwe Uphila kuwe